UBanele Nolayi uzalwa kumahlaba wase sejonisi phantsi kwentaba yomlengane kwi lali yase Majola, kwi phondo lwase mpuma nkoloni ngumntwana wesixhenxe kwabali shumi elinanye kwisizola sika mama uBongiswa kunye no Tita uMzoli Nolayi, ufunde eMevana JSS amabanga aphantsi, phantsi kwesandla sika Masindwa waqhubeka eMajali Technical High school phantsi kwe sandla sika Fikizolo, kulapha apase khona incwadi yeshumi, ufunde wafumana iInternational Computer Driving License (IDCL) kunye ne Business management Certificate kwa Logika eKapa, uqhubeka nokwenza iDiploma ye Financial Management eCoastal college TVET KwaZulu Natal.