Owu! Hayi Ukuzenza

Owu! Hayi Ukuzenza

by JJF Sankqela
Owu! Hayi Ukuzenza

Owu! Hayi Ukuzenza

by JJF Sankqela

eBook

$3.33 

Available on Compatible NOOK devices, the free NOOK App and in My Digital Library.
WANT A NOOK?  Explore Now

Related collections and offers

LEND ME® See Details

Overview

Owu! Hayi Ukuzenza yincwadi esichazela ngendoda engafuniyo ukukhula. Yindoda esoloko isiva ngonina yonke into. Ithi indoda isiya kusebenza emazweni, kanti izakushiya umama wayo enukuneza umtshakazana lo ngaso sonke isithuko esikhoyo phantsi komthunzi welanga. Ide imthuke ngokuba ligqolo. Athi akuba esiva oluxinezelelo umtshakazana lo axolele nantoni ukuba makavuyise abantu bomzi wakhe. Uthi akukruquka umakoti aqonde ukuba ubomi bakhe abuphelelanga ekwendeni makahambe ayokuphucula ubomi bakhe kunye nomntwana wakhe. Ithi indoda isothuka izinto ziyihambela kakubi ifune ukubuyela emfazini. Yamangaliswa yinto yokuba ihleli nje izinto azifani ngokohlobo ebicingela ukuba zingalo.


Product Details

BN ID: 2940154557785
Publisher: Via Afrika
Publication date: 09/19/2017
Sold by: Smashwords
Format: eBook
File size: 296 KB
Language: Xhosa

About the Author

J.J. Sankqela wazalelwa kwilali yaseNtlozelo kwidolophu yase Mbizana, phantsi komasipala wengingqi i-Alfred Nzo kwiphondo Impuma Koloni. Umbhali lo waqala ukubhala kwasebuncinaneni bakhe. Kungoku nje ukwazile ukubhala iincwadi ezingaphezulu kwethoba, amabali amade nemidlalo esebenzisa iSixhosa. Kwezi ncwadi zakhe kukho nale ethi OWU! HAYI UKUZENZA epapashwe ngo 2006 ngumzi wakwa Via Afrika. Le ncwadi yathi yaba kuluhlu lweencwadi ezathi zachongelwa kukhuphiswano lwakwa MNET Awards in Cape Town ngo 2007.

From the B&N Reads Blog

Customer Reviews