Umthombo wobomi
Available on compatible , the free NOOK App, and in My Digital Library
NOOK App
Download NOOK app
NOOK Devices
NOOK eReaders
- NOOK GlowLight 4 Plus
- NOOK GlowLight 4e
- NOOK GlowLight 4
- NOOK GlowLight Plus 7.8"
- NOOK GlowLight 3
- NOOK GlowLight Plus 6"
NOOK Tablets
- NOOK 9" Lenovo Tablet
- NOOK 10" HD Lenovo Tablet
- NOOK Tablet 7" & 10.1"
- NOOK by Samsung Galaxy Tab 7.0 [Tab A and Tab 4]
- NOOK by Samsung [Tab 4 10.1, S2 & E]
Free NOOK Reading Apps
- NOOK for iOS
- NOOK for Android
BN.com website
Go to your Digital Library in My Account
Umthombo wobomi yincwadi ebhalwe nguHlumeka Dumezweni ozalelwe eNgcobo kwilali yakuBhinase eMqonci. Le ntombi iqale ukuba nomdla kuncwadi ikwibanga lesithathu, yayisoloko ifunda incwadi zikadade wayo owayekwibanga lesithoba ngelo xesha. Mhla angenanto yakwenza ebesiya kwithala leencwadi ayokuzikhangelela incwadi ukuze azifundele.
Kwisikolo samabanga aphakamileyo iGonubie eMonti apho ebefunda khona, ebedumile ngokuluthanda olu lwimi lwenkobe futhi etshatshele ekulazini. Iminyaka mibini ilande...























